Masidlaleni

Masidlaleni

Refiloe Moahloli

Språken
FörlagPan Macmillan South Africa Children's Books
ISBN9781776251834

Ukudlala yinto ebaluleke kakhulu ekufundeni. Le ncwadi ethi Masidlaleni ikhuthaza abantwana ukuba bahlole indawo ebangqongileyo baphuhlise nesakhono sabo sokuzenzela umfanekiso ngqondweni.

Njengokuba igcwele abalinganiswa abavela kwiintlanga ngeentlanga zoMzantsi Afrika esiziqhenyayo ngawo, le ncwadi izakukhuthaza abantwana ukuzenzela awabo amabali, bazicele umngeni wokudlala imidlalo emitsha baze bonwabe kangangoko nabahlobo babo.